audio
audioduration (s)
1.1
17.5
transcription
stringlengths
6
160
enye intlanzi imke negwegwe lam
akazange abaxelele ngephupho lakhe elenza ukuthi amayizele entliziyweni yakhe
hawu hawu akusemnandi wakhonkotha udomino etsiba ephuma phantsi kwebhedi
ingqikelelo ibonisa iimpawu zeeproject zedijithali isandi esintywiliselayo kunye nezihlalo ezicambalalayo
kutheni upeyinte ulwandle
four zero seven
warhotyoza egoduka eqaqanjelwa esabanjwe linxele likakhetsekile wayekhethazeke kakhulu udyakalashe
sixtyeight thirtyfour ten
every bone in her aged body seemed broken or dislocated
gqibani iblakfesi yenu bantwana umakhulu utshilo
trillion and billion and million and thousand and hundred and
yet he dreams he is immortal i argue feebly
umvundla unamendu adlula nawomoya
kodwa amantshontshwana akhe ayengamhoyanga
ngephanyazo udell wafikelwa lelona cebo likrelekrele nelimangalisayo
bafikelele njani kwisigqibo
ihagu ayifuni kutsiba ecingweni kwaye kuya kusiba mnyama ngoku
it fairly clubbed me into recognizing it
baza beva umgqumo
for such countries nothing remained but reorganization
ngexesha esethekweni umvundla waye watya wasela wade waxhentsa
i came for information more out of curiosity than anything else
i suppose you wonder why she is coming up here
a new preacher and a new doctrine come to jerusalem
zero fortytwo one
umagozwe wayephupha ngokuba ngumqhubi weenqwelomoya
wakroba ekoneni yophahla
wonke nje umntu uyagramza konwatyelwe ukutya okumnandi usebeze watsho kalusizi
kwaye impumlo yam iyaliva ivumba leejalebisi zigcadeka egumbini lokuphekela likamama
death had come with terrible suddenness
kodwa msinyane luyaphola ndiluginye
bala kwakhona
zero thirtyfour one
ibloem celtic nenewcastle united zadlala zombini ngomgqibelo kwibala lezemidlalo isoccer city
impilo yakho iyalana neekati sibu kutsho unkosikazi magona
it lived in perpetual apprehension of that quarter of the compass
ungumhlobo onjani lo ofuna ukutya omnye wabantwana bam
uzimkhitha wajonga elo gquba labantu laliyiyizela lihleka limqhwabela izandla
iqela lizichaza njengantoni
ube yindawo yesazulu sombutho okhuthaza idemokhrasi
ndenza umatrayivethi ucacise njalo ulwazi
ithathwa njengendlunkulu yabathandani besini esinye eafrika
mingaphi iminyaka yakho tata
and raoul listened again to the tale of the house
iintuku zafuna ukuzigrumbela eyazo imingxuma
five four six
six three one
undlovu weza neemarula eziswiti namandongomane
umshumayeli omtsha nemithetho yecawa eza ejerusalem
four eight eight
jonga ijezi yakho inoboya obumnyama watsho umnumzana samson esolatha
his outstretched arm dropped to his side and he paused
what pascal glimpsed with the vision of a seer i have lived
unhlanhla vilakazi wafumana ikhadi elibomvu kusompempe
yathi ngcu kwisebe lomthi ithatha isiqabu
ubhuti kawangari waabacenga abazali ukuba bavumele uwangari aye esikolweni
umqeqeshi wafaka umpho thulo endaweni kaphumlani ntshangase umdlalo usanda kuqala
eight five one
xa begula kwakungekho mntu wokubanceda
kakade nje kwakungekho dyakalashe
utebogo monyai wakhabela ibhola phambili
hayi ayifani tu
umfene nonkawu bancuma ngolonwabo
he bore no grudges and had few enemies
four zero two
ukufa kukasizwe yilahleko enkulu watsho umfazi womfama wobisi emva komngcwabo
umakhulu waphakamisa amehlo kumthungo wakhe waza umama wakroba ekoneni
thirtyfour zero one
emva koko yamkrwempa yamluma wade wanyanzeleka ukuba ayiyeke
uyaphi uhamba wedwa nje
namhlanje lusuku lwemarike utshilo
kakade nje kwakungekho dyakalashe
we have plenty of capital ourselves and yet we want more
sabasa umlilo omkhulu sagibisela ilitye elinqgukuva elingudileyo emlilweni
siyayibona ipenti yakho kwaye inomgqobho
what was the object of your little sensation
ekugqibeleni umqhubi weteksi wemisa erenkini
bathi xa befika emlanjeni batshintsha izikhundla umvundla wabeleka emqolo kufudo
idyasi yakhe enzima yamtsalela ezantsi warhaxwa
tyhini khangela izityalo
ayikho kwimeko entle kakhulu
ekupheleni kwedlelo kwakukho amawa namatyholo
it was his intention to return to eileen and her father
ndifuna umhlobo endinokuqubha naye andichithise isithukuthezi
seventyfive five fifty
nine two six
gregson was asleep when he reentered the cabin
ingaba iphi ikayiti yam ngoku
nantso iglasi yokusela efestileni
mab she said
seven fiftyseven fiftysix
kodwa amantshontshwana akhe ayengamhoyanga
yakhomba kumzi otyheli onophahla olubhlowu
he saw jeanne falter for a moment
wenza nentsimbi yomqala entle esenzela unonkungu
providence had delivered him through the maelstrom
kutheni iqela lineenkokeli ezine
andikuncedanga na ndakukhupha emngxunyeni onzulu njengoko ubundicelile
zigqithile iiveki ezimbini kungekho nethontsi lemvula
call me that again he murmured ecstatically
README.md exists but content is empty. Use the Edit dataset card button to edit it.
Downloads last month
0
Edit dataset card