translation
translation
{ "en": "If Nylon and Terylene rope is properly handled and looked after by following the safe precautions for natural fibre rope it will give reliable and long service.", "xh": "Ukuba intambo yeNayiloni neTerylene ikhathelelwe ngezindlela zilandelayo ingafumaneka kwaye yenza umsebenzi omhle." }
{ "en": "Cordage allowances will decrease and the problem of carrying large reserves will be solved.", "xh": "Imvume yentambo iyanda kwaye ingxaki yokuthwala izinto ezinzima ayipheli." }
{ "en": "CONSTRUCTION AND CHARACTERISTICS OF WIRE ROPE.", "xh": "Ulwakhiwo neempawu zeentambo zocingo." }
{ "en": "Construction.", "xh": "Ulwakhiwo." }
{ "en": "A wire rope is constructed of a number of small wires which extend continuously throughout its entire length; these wires are twisted into strands, and the strands themselves are laid up to form_the rope.", "xh": "Intambo yocingo yakhiwe ngeentambo ezincinane ezandisiweyo ngokobude, ezi ngcingo ziphithaniswe zenziwa umsonto, msonto lowo owenziwe ukuze kuphume intambo." }
{ "en": "With the exception of certain special types (e.g.", "xh": "Kwakunye nezinye intlobo zodidi olubalulekileyo." }
{ "en": "minesweeping ropes, and ropes of purchases), all wire ropes used at sea consist of six strands; the wires forming a strand are twisted left-handed around a jute or wire core, and the strands forming the rope are laid up right-handed around a hemp or jute heart.", "xh": "Utshayelelo lwemigodi intambo nezentengo zonke intambo zocingo ezisetyenziswayo elwandle zahlulwa - hlulwe kathandathu, ingcingo ezenziwa umsonto zijikele ukuya ekhohlo ukuqhakamishela intambo erhabaxa okanye indawo ebalulekileyo yocingo, umsonto wenza intambo idibane ukuya kwicala langasekunene lirhanqele ngeentsinga ezenze intambo." }
{ "en": "The hemp or jute heart has two functions: It acts as a cushion into which the strands bed, allowing them to take up their natural position as the rope is bent or subjected to strain.", "xh": "Iintsinga zentambo zineendlela ezimbini ezisetyenziswa ngayo; zisebenze okwendawo ethambileyo apho umsonto uqobayo, uvumele uthabathe indawo njengokuba intambo iqatywa." }
{ "en": "It absorbs the linseed oil or other lubricant with which the rope should periodically be dressed, so that as the rope is stretched or flexed the oil is squeezed between the wires, thus lubricating them and reducing the friction between them.", "xh": "Iphelisa i-oyile okanye ezinye izithambisi ezenza intambo ihlale nawo onke amaxesha isebenza ngokokuko ukuze xa intambo itsaleka phakathi koxinezelelo." }
{ "en": "A wire rope can be made flexible in one of two ways: By replacing the centre wires of each strand with a large core of jute or hemp, in which case strength is sacrificed to flexibility.", "xh": "Intambo yocingo ingenziwa idlamke ngendlela enye okanye ezimbini: ngokubeka omnye umphakathi wocingo olunye lwentsinga ngesixa somphakathi wento esetyenziswayo yokwenza intambo okanye ilaphu eliqinileyo okanye ihemp kwisizathu samandla ancanywayo okuyidlamkisa." }
{ "en": "By making up each strand with a large number of small-gauge wires round a wire core, in which case the full strength is retained.", "xh": "Ngokwenza imisonto ngaminye ngokwesixa senani elincinci ekulinganiswa ngalo ucingo olijikeleze ucingo olungaphakathi, ngokwalemeko amandla amakhulu abuyiyo." }
{ "en": "Types.", "xh": "Iindidi." }
{ "en": "Ropes used at sea are manufactured on the foregoing principles, and those supplied to the Royal Navy fall into the four following groups.", "xh": "Iintambo ezisetyenziswa elwandle zenziwe zaveliswa ngomatshini ngohambelo phambili kwemibono yenyani yendlela eyiyo ngoko ezo zithunyelwa lucingo lwangaphakathi kumkhosi wamanzi awela phantsi kwesi sixa silandelayo." }
{ "en": "The hemp or jute hearts and cores have been omitted from the illustrations for clarity.", "xh": "Ihemp okanye into engaphakathi esityalweni yokwenza iintambo zentliziyo zemiphakathi zingabukhuphela ngaphandle ubushushu ekuboniseni okanye kumzekelo wothetho okanye wembonakalo ecacayo." }
{ "en": "Steel wire rope (S.W.R.).", "xh": "Ucingo olomeleleyo lwentambo (S.W.R.)." }
{ "en": "This is used for standing rigging such as shrouds and funnel guys, and so is not required to be flexible.", "xh": "Isetyenziswa ekumiseni intambo ezibambe iseyile efihliweyo kwakunye namadoda asuka kwindawo ezohlukeneyo esiya endaweni enye kwaye akabekelwanga ukuba adlamke." }
{ "en": "Its strands are made up of a small number of large gauge wires wound round a steel wire or jute core, and the strands themselves are made up round a hemp or jute heart.", "xh": "Umsonto wayo wenziwe ngenani elincinci lesixa esingaphakathi senxeba locingo elijikeleza ukomelela kocingo okanye into ephakathi esityalweni esetyenziswayo ekwenzeni intambo eqinileyo." }
{ "en": "Flexible Steel wire rope (F.S.W.R.).", "xh": "Ucingo olomeleleyo lodlamko lwentambo (F.S.W.R.)." }
{ "en": "This is used for running rigging, hawsers and other ropes in which flexibility is needed.", "xh": "Le isetyenziswa ekubalekiseni intambo ezibambe iseyile intambo yentsimbi nezinye intambo ezithi zifune udlamko." }
{ "en": "To make it flexible necessitates sacrificing a certain proportion of its strength, and each strand consists of a number of medium gauge wires wound round a large jute core; the strands themselves are made up round a hemp or jute heart.", "xh": "Ukuyenza idlamke kubaluleka kuncameleke neqela lamadla, kwaye umsonto ngamnye unokuba nenani eliphakathi lokufumena inxenye ejikeleze ucingo isixa esisesityalweni sokwenza intambo eqinileyo esiphakathini, imisonto ngokokwayo yenziwe yajikeleza ihemp okanye into esesityalweni sokwenza intambo eqinileyo esiphakathini, imisonto ngokwayo yenziwe yajikeleza ihemp, okanye into esesityalweni yokwenza intambo eqinileyo yentliziyo." }
{ "en": "Extra Special Flexible Steel wire rope (E.S.F.S.W.R.).", "xh": "Ukuphinda kobaluleko lodlamko locingo olomeleleyo lwentambo (E.S.F.S.W.R)." }
{ "en": "This is used where strength and flexibility are both essential.", "xh": "Oku kusetyenziswa apho amandla anobanomdla abaluleke ngokukufanayo." }
{ "en": "The strands are constructed of large numbers of small gauge wires which are made of higher quality steel than are those used for the other two groups.", "xh": "Imisonto yakhiwe ngokwesixa samanani anokufuneka amancinci amacingo athi enziwe abe kumgangatho owomeleleyo ophezulu kwaye lawo ayasetyenziswa ngokwamnsinya amaqela amabini." }
{ "en": "(The term 'extra special' refers more to the quality of the steel than to the flexibility of the rope.) The strands are made up round a hemp or jute heart.", "xh": "(Eli gama \"uphindo olubalulekileyo\" luchaza ngakumbi ubunjani bokomelela kunokuba nodlamko kwintambo) Imisonto yenziwe yajikela ihemp okanye into yokwenza intambo esesityalweni eyintliziyo." }
{ "en": "Flexible Mild Steel wire rope (F.M.S.W.R.).", "xh": "Udlamko oluphakathi lokomelala koncingo lwentambo (F.M.S.W.R.)." }
{ "en": "This is supplied in small sizes only 3/16-in.", "xh": "Le ithunyelwa ngesayizi encinci kuphela eyi-3/16 yee-intshi." }
{ "en": "to 1¼-in.), and used for such purposes as seizing and serving.", "xh": "Kwi (1/4 in) iye isetyenziselwe ukwenza izinto ezithile zokumeta nokugqithise." }
{ "en": "It differs from the foregoing groups in that it is made of pliable mild steel, is much weaker, and of different construction.", "xh": "Iye yahluke kwaphambi kohambo lwamaqela apho enziwe akhathalela ukomelela okuphakathi, inokutyhafa okunamandla, kwaye nomahluko wolwakhiwo." }
{ "en": "The smaller sizes consist of a single strand only, and the larger (½-in.", "xh": "Iisayizi ezincinci zinemisonto ngaminye kuphela, kwaye ubukhulu (1/2 - in." }
{ "en": "and above) are made up of four strands.", "xh": "Nangaphezulu) zenziwe ngemisonto emine." }
{ "en": "Other wires.", "xh": "Ezinye iingcingo." }
{ "en": "In addition to these main groups there are specially constructed wire ropes for equipment such as mine moorings and sweeps, crane purchases, boats' falls and sounding machines.", "xh": "Ekongezeni kwamanye amaqela kukho ubaluleko lolwakhiwo locingo lwentambo yezixhobo ezinye ngamatyathanga entambo, nokhukhuliseko, nokulongalonga- lwenqanawa noluwo nesandi somatshini." }
{ "en": "Flexible copper wire rope is supplied in sizes from 3/8 to 1½-in.", "xh": "Udlamko lobhedu lwentsimbi yentambo luthunyelwa kwisayizi esuka ku 3/8 iye 11/2 in." }
{ "en": "for ridge ropes and jackstays of bridge awnings, where steel wire would affect a magnetic compass.", "xh": "Ummango wentambo nezindlu zabaphathi abaphezulu enqanawa, isakhiwo seseyile apho ucingo olomeleleyo lungachatshezelwa sisalathisi-mbombo." }
{ "en": "Aluminium alloy wire rope covered with P.V.C.", "xh": "Intambo yocingo lwe-aluminiyum egqunywe nge P.V.C." }
{ "en": "for guardrails is being introduced into the Service (1962), and will gradually replace F.S.W.R.", "xh": "Ukhuselo lwemvalo lungachazwa kwi service (1962) kwaye lungasuka lufakelelwe kwi F.S.V.R." }
{ "en": "Description.", "xh": "Ucaciso." }
{ "en": "In the Royal Navy wire rope is described by initials denoting the type of the rope (e.g.", "xh": "Kumkhosi wemanzi intambo ichazwa njengesibonisi sesiqalo sokubonisa uhlobo lwentambo (umzekelo" }
{ "en": "S.W.R., F.S.W.R., E.S.F.S.W.R.), preceded by the circumference of the rope measured in inches, and followed by bracketed figures representing the number of strands in the rope and the number of wires in a strand, thus: 3-inch S.W.R.", "xh": "S.W.R, F.S.W.R, E.S.F.S.W.R) ukuqhubekeka kwemeko yentambo ezimetiweyo kwi intshi ilandela isixhasi senani lokubonisa inani lomsonto kwintambo nenani locingo olusemsontweni kwi-intshi eziyi 3 S.W.R." }
{ "en": "Measurement.", "xh": "Ulinganiselo." }
{ "en": "In the Merchant Navy and foreign navies, the size of wire rope may be measured by its diameter.", "xh": "Kumkhosi we Merchant nakweminye imikhosi engaphambili, ulinganiso lwentambo yocingo lungeniswa ngedayomtha." }
{ "en": "When determining the size of a wire rope in this way it should be measured, at any point throughout its length, across its largest diameter (fig. 6-10).", "xh": "Kucalulwa ulinganiso lwentambo yocingo ngale ndlela kungafuneka lulinganiswe, nakweliphi inqanabe lobubanzi, esiphekethi sobukhule bedayomitha (umboniso 6-10)." }
{ "en": "The following table shows a comparison between the circumference and diameter of different sizes of rope: The lengths of wire ropes are measured in fathoms; they are issued in coils whose lengths vary with the type and size of the rope; usually the smaller the size of the rope the greater is the length of a coil.", "xh": "Le tafile ilandelayo ibonise ulwenziwo phakathi kwemeko nakwi dayomitha engaphakathi kwesayizi yentambo: ubude bocingo olulinganiswa ngefathomus, zisetyenziswe ekuthumeleni uthandelo kububanzi obahlukeneyo kwindidi zentambo kunye nesayizi." }
{ "en": "The following list gives a general indication of the lengths of coils of various types of wire ropes:", "xh": "Ezi zikululhu olulandelayo lunikwa jikelele olichaza ubude bothandelo lwentambo lwendidi." }
{ "en": "S.W.R. for standing rigging - 150 and 200 fathoms.", "xh": "S.W.R. ukuma kokhuseleko - 150 kunye 200 fathomus" }
{ "en": "F.S.W.R. for hawsers and running rigging - 100, 150, 250, 300 and 360 fathoms.", "xh": "F.S.W.R ukwenziwe kwentambo ezomeleleyo zentsimbi -100,150,250,300." }
{ "en": "E.S.F.S.W.R. - 100, 150,250,300 and 500 fathoms.", "xh": "E.S.F.S.W.R. -100, 150, 250, 300 kunye ne-500 yefathomus." }
{ "en": "Greater detail of the lengths will be found in Volume II.", "xh": "Ubukhulu bocaciso bobubanzi bungafumeneka ku Volume 2." }
{ "en": "Strength.", "xh": "Amandla." }
{ "en": "The breaking strength of wire rope differs in each type.", "xh": "Ulwaphuko lwamandla locingo lwentambo yahluke kwintlobo ngenye." }
{ "en": "It may be calculated approximately in tons by multiplying the square of the circumference by the figure indicated below: The safe working load of wire rope is one-sixth of its breaking strength for standing rigging, cranes, hawsers and general-purpose wires, one-eighth for running rigging and slings, and one-twelfth for lifts and hoists.", "xh": "Ingabalelwa kuqikelelo kwetoni eluphinda-phindiwe ngeskwere lwemeko ezilinani elichazwe ngezantsi; ukhuselo lomthwalo wokusebenza kocingo lwentambo luyi 1/6 lolwaphulo lwamandla amisiweyo." }
{ "en": "A table giving all factors of safety will be found in Volume II.", "xh": "Itafile enike konke ezinesiphumo zokhuseleko lungafunyanwa kwi Volume 2." }
{ "en": "HANDLING OF VEGETABLE FIBRE CORDAGE.", "xh": "Ubambelelo lwemifuno yentsinga zentambo yomsonto." }
{ "en": "Elementary rules.", "xh": "Imithetho yokuqalela." }
{ "en": "Four lessons which a seaman must learn before he handles a rope are explained below.", "xh": "Izifundo ezine ekufuneka umatiloshe waselwandle ezifundile phambi kokubamba intambo zicaciswa ngezantsi." }
{ "en": "The seaman's knife.", "xh": "Ibhozo: lendoda yaselwandle." }
{ "en": "The seaman should regard his knife as his best friend and should carry it with him wherever he goes; without it he is like a ship- wright without his tools.", "xh": "Indoda yaselwandle kufuneka ithathe ibhozo layo njengomhlobo wayo kwaye kufuneka iliphethe nokuba iyaphi, ngaphandle kwalo ifana nenqwelo ekhandiweyo ngaphandle kwesixhobo." }
{ "en": "The knife should be worn on a lanyard round the waist and stowed in the back pocket of the trousers.", "xh": "Ibhozo malolulelwe phezu kwentanjana ijikeleze isinqe uyifake kwitasi engasemva yebhulukhwe." }
{ "en": "The seaman's knife is a tool and not a weapon; the end of the blade should be rounded, not pointed, and the blade should be sufficiently deep and thick to cut without bending.", "xh": "Ibhozo lendoda yaselwandle lisisixhobo hayi isikhali, isigqibelo sephini lokubhenxa singajikeleza kungakhonjwanga iphini kufuneka lityebe ukeze lisike." }
{ "en": "The edge of the blade should be sharpened like a chisel to avoid wearing away the thickness and strength of the blade, and the hinge should be kept lightly oiled.", "xh": "Ungqameko lwencakuba kufuneka lulolwe njengesitshezi ukuphepha ukususa ubukhulu kunye namandla; encakuba yaye ihenjisi mayihlale yioli kancinci." }
{ "en": "Safety of tools.", "xh": "Ukhuseleko lwezixhobo." }
{ "en": "Whenever a seaman works aloft, or over the side, he must secure whatever tools he may be using with a lanyard secured to a part of the rigging or passed round his body.", "xh": "Noba kunini omatiloshe basebenza ngaphezulu okanye kwelinye icala kufuneka aqiniseke nokuba zeziphi izixhobo azisebenzisayo kufuneka izisebenzise kunye nentanjana ekhuselwe kwinxenye yesixhobisi okanye ejikeleza umzimba wakhe." }
{ "en": "This is a commonsense precaution for avoiding possible injury to men working below him, or loss of the tools over the side.", "xh": "Oku kukungaziva kobulumko okuthintela ingozi ezingenzeka emntwini osebenza nganeno kuyo okanye ilahleko yezixhobo ecaleni." }
{ "en": "Rope ends.", "xh": "Isiphelo sentambo." }
{ "en": "When a rope is cut its ends should at once be whipped to prevent it unlaying and thus rendering a fathom or more of the rope useless.", "xh": "Xa intambo isikiwe isiphelo sayo kufuneka ngokukhawuleza sikhusele indlela yokubeka kwaye nokunika ingxelo kwefathomus okanye okuninzi kwentambo engenamsebenzi." }
{ "en": "An unwhipped rope's end is the trade mark of the land-lubber.", "xh": "Ekugqibeleni intambo yoquqho iba kuphawu lorhwebo lokwehlisa ibhasu - bhashu" }
{ "en": "The different methods of whipping and permanent finishes for rope ends are given in Chapter 7.", "xh": "Iintlobo zokwahlula uqhuqho olusisigxina lokugqibezela intambo esiphelweni zinikwe kwisahluko sesixhenxe." }
{ "en": "Coiling down ropes.", "xh": "Ukuthandela phantsi intambo." }
{ "en": "A heaving line, or any line or rope which is being hauled in, should be coiled either in the hand or on the deck as it is hauled aboard.", "xh": "Intambo enyukayo okanye nayiphi intambo etsalwayo kufuneka ithandelwe nokuba kusesandleni okanye emgangathweni njengoko itsalelwa ngaphakathi." }
{ "en": "This is an elementary, seamanlike precaution to ensure that the line or rope is immediately ready for further use.", "xh": "Esi silumkiso esiyelele koomatiloshe esilula ukuqinisekisa okokuba umgca okanye intambo ilungele ngokukhawuleza ukusetyenziswa." }
{ "en": "Terms used when handling ropes.", "xh": "La magama athi asetyenziswe ekuchazeni iintlobo zeentambo kwaye nendlela yokuqhuba nento xa zisetyenziswayo." }
{ "en": "The following terms are used to define the different parts of ropes and tackles when in use:", "xh": "La magama athi asetyenziswe kwiintlobo zeexenye ezohlukeneyo zeentambo kunye nezixhobo." }
{ "en": "Bight.", "xh": "Irhityela" }
{ "en": "The middle part of a rope between its two ends, or between two points of suspension.", "xh": "Indawo ephakathi entanjeni, esiphakathini kwisibini ekugqibeleni okanye phakathi kwendawo ezizixhobo." }
{ "en": "A rope is said to hang in a bight when hanging slackly between two points.", "xh": "Intambo kwathiwa ijinga kwirhintyelo xa ijingiswa bukekela phakathi kweendawo ezimbini." }
{ "en": "Standing part.", "xh": "Le xenye emayo." }
{ "en": "That part of a rope which is made fast to a mast, deck, block of a tackle, or other fitting, in contrast to the hauling or running parts.", "xh": "Loo nxenye yentambo ebotshelelwe kwimasti, emgangathweni, kwibhloko yezixhobo okanye esinye isifakelwa ngokuchasana notsalo okanye iinxenye ezisasebenzayo." }
{ "en": "Hauling part.", "xh": "Inxenye etsalekileyo." }
{ "en": "That part of a rope or a tackle which is hauled upon.", "xh": "Lo nxenye yentambo okanye isixhobo esibalelwa phezulu." }
{ "en": "Running part.", "xh": "Ukubaluleka kwendawo." }
{ "en": "That part of a rope or tackle which runs through the blocks.", "xh": "Lo nxenye yentambo okanye yesixhobo ebaleka kwibhloko." }
{ "en": "Fall.", "xh": "Isiwo." }
{ "en": "The rope of a tackle.", "xh": "Intambo yesixhobo." }
{ "en": "Running end.", "xh": "Isiphelo sobaleko." }
{ "en": "That part of a length of rope which first runs out from a coil, fake or reel, or through a block or fairlead.", "xh": "Le ndawo yodindi zentambo ethi kuqala iphume kuthandelo okanye ekuhexeni okanye phakathi komgamgatho okanye kokwaneliseka." }
{ "en": "PREPARING ROPES FOR USE.", "xh": "Ukulungisa intambo ukuze uzisebenzise." }
{ "en": "Coiling and uncoiling.", "xh": "Kuthandela okanye ukungathandeli." }
{ "en": "A rope laid out straight will have no tendency to twist or turn either way, whether its lay be left- or right-handed, and from this position it can be stowed on a reel or coiled down.", "xh": "Intambo eyoluliweyo isoloko inesimo sokujikajika okanye ijike ngenye indlela noba ibekwe ngasekunene okanye ngasekhohlo kwaye emva kwesithuba ingajulwa ekuhexeni okanye phantsi kothandelo." }
{ "en": "When stowed on a reel, or hauled off it, a rope will not develop any twists or turns in its length.", "xh": "Xa ibekwe kwibhobhile okanye itsaliwe kuyo, intambo ayinakuba nokuphothana okanye ukujika ebudeni bayo." }
{ "en": "When coiling down, however, the part of the rope remaining uncoiled will be given one twist or turn as each loop in the coil is formed.", "xh": "Xa uthandelwa phantsi, noko inxenye yentambo eshiyekileyo ingathandelwanga izakunikwa uphotho olunye ukujika njengoko irhityela kwinkatha yenzekile." }
{ "en": "When coiling down a rope the end should be kept free to allow the uncoiled length to rotate and thus keep it free from becoming snarled up with kinks or turns.", "xh": "Xa ithandelelwa phantsi intambo isiphelo masihlale sikhululekile sivumela ubude obungathandelwanga bujikeleza ngoko buyiyigcina ingena kuxingiswa lujijeko okanye kukujika." }
{ "en": "Similarly, a rope which is run off a coil will acquire a twist or turn for every loop in the coil, but if the end is kept free the rope will usually free itself of these turns when hauled out straight.", "xh": "Ngokuyeleleneyo, intambo esuswa kwinkatha iza kuba nokuphothana okanye ukujika kwerhintyela ngalinye kwinkatha kodwa okokuba isiphelo sikhululekile intambo iza kuzikhulula yona kule mijiko xa ibalelwa ngaphandle ngokungqalileyo." }
{ "en": "One method of avoiding these turns, should the end of the rope not be free, is to turn the coil round while coiling down the rope, thus turning the coil into a reel.", "xh": "Enye indlela yokuphepha ezinguqulo okokuba isiphelo sentambo asikhululekanga kukujika inkatha xa uthandela intambo phantsi ngoko ijika inkatha iyenze ibhobhile." }
{ "en": "Another method, as when coiling direct from a reel, is to allow as long a length as possible between reel and coil; this length will absorb the turns until the end of the rope is free from the reel, and so can be freed of its turns.", "xh": "Enye indlela xa uthandela ukusuka ngqo kwibhobhile kukuvumela ubude bentambo phakathi kwebhobhile nenkatha, obu bude buza nobude buza kuthabatha ukujika de isiphelo sentambo sikhululeke kwibhobhile ukuze kwiguqulo yayo." }
{ "en": "Similarly, when coiling down a rope which is led through a block - as in a boat's fall, for example - the coil should not be made too near the block, otherwise a slight check may cause a kink to develop in the rope as it is running through and thus choke the luff of the block.", "xh": "Ngokuyeleleneyo xa uthandelelo phantsi intambo ekholelwe kwibloko - njengakwisiwo sephenyane, umzekelo - inkatha mayingenziwa kufutshane nebhloko, okanye ujongo nje olulula kungabangela ujijwano okokuba lubekhona kwintambo." }
{ "en": "Coiling down.", "xh": "Ukuthandelela phantsi." }
{ "en": "Cordage is very resilient and will absorb a number of turns in its length without becoming snarled if the length is sufficient and the turns correspond with the lay of the rope; if the turns are against the lay, however, it will quickly become snarled.", "xh": "Iintambo zomelela kwakhona ngokukhawuleza yaye izakubamba iqela lokujika kubude bazo ngaphandle kokuphithizeliswa okokuba ubude bonele yaye nojiko lungqamana nokulaliswa kwentambo, okokuba ujiko kuchasene nobeko ngoko iza kukhawuleza iphithizeliswe." }
{ "en": "For this reason rope of right-hand lay is always coiled down right-handed, and rope of left-hand lay is always coiled down left-handed.", "xh": "Ngenxa yesi sizathu intambo ekwisandla sangasekunene, ebekiweyo isoloko ithandelwa phantsi ngakuso eso sandla sasekhohlo." }
{ "en": "To coil a rope for running.", "xh": "Ukuthandela intambo ukuze ihambe." }
{ "en": "Lay the rope as straight as possible along the deck; begin coiling it down close to where the standing part is made fast, and lay each loop flat upon the one below it until the bare end is reached.", "xh": "Beka intambo ngokululeka ecaleni komgangatho, uqalise uyithandele phantsi apho imiswa khona ukuze yenziwe ngokukhawuleza, kanye kubekwe urhintyeleko lucambalale ngapha kwangeneno kude kufikelele esiphelweni." }